



Igama elithi Nestle lidume
okweminyaka kumakhaya aseMzantsi Afrika   
ligama lemveliso
enokuthenjwa
nesemgangathweni
neye yasetyenziswa
ngaphezu kwamashumi
amane eminyaka - ukanti
nanamhlanje
isenokuthenjwa

AbakwaNestle baneemveliso ezininzi,
abasetyhini banakuqiniseka ngokuthenga
ukutya okusemgangathweni xa bethenga
imveliso yakwaNestle .

IGold Cross  full cream sweetened
condensed milk ibithandwa ngomama
nabantwana okweminyaka - oomama
bayigalele etini nasekofini , abantwana baye
bayiba ekhitshini baze bayisele njengoko injalo
isenkonkxeni ... mmm!

IGold Cross  full cream sweetened
condensed milk ilunga naphi na kuba
inokugcinwa eshelufini iinyanga ezininzi - qho
uyisebenzisa incasa yayo ayonakele.
Ikwasebenziseka lula ekubhakeni iikeyiki
nokuyigalela njengefilling eswiti kwiitarts .

INestle Cocoa ikwayenye imveliso eye
yagqwesa kwiminyaka edlulileyo. Naliphi na
ikhitshi kufuneka libe nayo iCocoa - ukuze
kubhakwe iikeyiki ezinolo ncuthu
lwencasa
yetshokolethi - ukanti
ikwasisiselo esimnandi ngezo
ngokuhlwa zenyebelele







yenkwankca phambi kokuba utshi tshwa ezingubeni.

IGold Cross  full cream sweetened
condensed milk isathengiswa - isenaba
bunqumbululu nencasa ebucwamburha
neyaziwa ngayo.

Usapho luphela lunokuyinandipha iNestle Cocoa
njengoko belufudula lusenza okweminyaka
emininzi.

Omama basenokuthembela kwigama
ebebesoloko belithembile - nabantwana
basenokuyiqongqotha le nkonkxa
yecondensed milk emva kokuba unina wabo eyigalele etini , ekofini eyisebenzise naxa
ebhaka . Besazi ukuba utata ukuthanda
kangakanani okuswiti banokuyiphanga le nkonkxa phambi kokuba ayibone!

INestle Cocoa iselolwaa ncuthu ulaziyo.
Ayinamagaqa - nto leyo ethetha ukuba
umxube wakho wekeyiki uya kuhlala
ungenamagaqa, kunjalo nangesiselo
sakho setshokolethi .

Bomama, khumbulani ukuba xa
niyokuthenga aniyilibali iNestle Cocoa
- ukwenzela oko kutya kwasemini nokwangokuhlwa okuswiti
nokungenamagaqa.








Imicimbi ethile ifuna ukubhiyozelwa
ukubhiyozelwa
ngohlobo
olukhethekileyo. Usuku lwakho olulodwa lufanelwe yiglasi ezele  iwayini ehlwahlwazayo yakho nobamemileyo
IGrand Mousseux
ivelise iiwayini
ezihlwahlwazayo ezikumgangatho othe xhaxhe ukulungiselela  wonke umntu eMzantsi-Afrika.
Banewayini elungiselelwe itheko ngalinye - sizame ezi zimbini
 IGrand Mousseux Grand Rouge , eyiwayini ebomvu eswiti nehlwahlwazayo ethandwa
ngabathandanayo -ingakumbi kwitheko lomtshato.
 IGrand Mousseux Vin Doux -ethandwayo kwezo zingekho switi kakhalu, nezinencasa yeziqhamo. Iba mnandi kakhulu kumatheko omtshato xa iselwa ibanda.
Kukwakho neGrand Mousseux Vin Sec -ekholisayo  nenokuselwa kwimihla eshushu yehlobo IGrand Mousseux Spumante yona iswiti kwaye inencasa

BHIYOZA
NGOHLOBO
OLULODWA nge Grand Mousseux !


Izihombo neewotshi  zezakwaSterns .













72 BONA XHOSA - September 1996
Siniphathela
Esinye Isizathu
Sokuthenga
kwaSterns ...
...uya kufumana le ncwadana ethi Golden Beginnings xa uthenga umsesane womtshato kwaSterns . Le ncwadana ineevawutsha ezikongela imali kwiimveliso neenkonzo zethu, kuba sikukhathalele kwaSterns kwaye sifuna ukuninceda nibuqale kunye ubomi benu. Ngokuthenga umsesane kwaSterns , ungazongela imali kwaGreyhound , kwaSouthern Sun , kwaLewis Stores , kwaMarkhams , kwaOld Mutual , kwaSterns nakwaMemorate .

Xa ufuna ezinye iinkcukacha qhagamshelana nomphathi wevenkile wakwaSterns okanye utsalele umnxeba kwa-(021 938 7985).























abakwaSterns banekhathalogu entsha yomtshato, enezihombo ezininzi zabatshati. Zalisa kuphela le khuphoni engezantsi baze abakwaSterns bakuthumelele ikhathalogu yomtshato SIMAHLA. Thumela kwa: Luvhengo Nethomboni, Sterns Marketing Department , PO Box 6020, Parow East , 7501.


Ndithumelele iSterns Bridal Catalogue
Igama                                   
Idilesi                                     
Idolophu	
Ikhowudi          
Inombolo ye-account i-Sterns Prestige (xa unayo)

70 BONA XHOSA - September 1996

Umhla womtshato wam.

